Mandihambe, nawe Yesu
Kuzozonk′ indlela zami
Yizwi lakho, mandiliveNgalolonkixesha Nkosi yami
Ungoyiki, ungoyiki mphefumulo wami
Iyondikhaphi iNkosi yami
Nd'zoya nayo ndingaphiki
Ithi iza e- Emva kwami
Ungoyiki, (ungoyiki mphefumulo wami)
Ngob′ iyondikhapha (ngob' iyon' iNkosi yami)
Ndizoya nayo, ndoya nayo)
Ndinga- (Ndingaphiki Ithi iza emva kwami)
Ungoyiki! (Ungoyiki mphefumulo wami)
Iyondikhapha! (Yondikhapha) iNkosi yami (iNkosi yami)
Izohamba nam′ endleleni (noyana) soz′ indishiye
Soz' indilahle! (Yona ithi) soze ndipha (ithi iza emva kwam′)
Ungoyiki, mphefumulo wami
Yondikhaph' iNkosi yami
Nd′zoyanayo, ndiyenayo
Ndiyenayo, ndiyenayo
Ithi iza e- Emva kwami
Molweni